QAMATA KHOLOSA 17 November 2021 Classified
Loading ...

Kholosa Qamata

Siyabulela kakhulu silusapholakwaQamata, ooBhomoyi,ooCeduma ngothando,imithandazo, nenkxaso yenungexesha elinzima lokushiywakwethu nguKholosa, umama,udade nomakhulu wethu.

Yanga iNkosi inganisikelela,iniphathe ngenceba ngalo lonkeixesha namakhaya enu.

Loading ...
Loading ...
View Comments