NdinguNoxolo C. Yengo ndifunisa ngomntwana wam ongu Bongeka Dlepu/Yengo.
Ndimfuna malunga nomntwana wakhe.
Umntu omaziyo apho khoyo okanye akhe ambone ndicela andifounele kwezi numbers